Simphiwe Dana - Nzima

By Drum Digital
28 April 2014

Simphiwe Dana released poignant single ‘Nzima’ ahead of Freedom Day.

Chorus1:

Kazi senzeni na

Thixo Somandla

Asisabuzi

Senzen' ebusweni benkosi

Senzeni na kutheni kunjena

Senzen' ebusweni benkosi

Senzen' ebusweni benkosi

Chorus 2:

Emhlabeni

Sibuthwel' ubunzima

Sibuthwel' ubunzima

Bawo Thixo Somandla

Emhlabeni

Sibuthwele, sibuthwel' ubunzima

Thixo Somandla uyazi nawe

Bawo Somandla

Nguw' owaziyo

Zonk' intsuku zobomi zethu buninzi

Thina siyakudumisa

Ngazo intsuku zethu

Sohlala sikukhunga bawo

Emhlabeni ngameva neenzinga

Sohlala sikukhunga baba

Chorus2:

Emhlabeni

Sibuthwel' ubunzima

Sibuthwel' ubunzima

Bawo Thixo Somandla

Asisabuzi we babo

Azi senzeni, senzeni na

Thixo Somandla

Kwazi wena kuphela

Nanku umthwalo

Nantsi ingoma

Zonk' intsuku zobomi zethu buninzi

Thina siyakudumisa

Ngazo intsuku zethu

Sohlala sikukhunga bawo

Emhlabeni ngameva neenzinga

Sohlala sikukhunga baba

Chorus1:

Kazi senzeni na

Thixo Somandla

Asisabuzi

Senzen' ebusweni benkosi

Senzeni na kutheni kunjena

Senzen' ebusweni benkosi

Senzen' ebusweni benkosi

Chorus 2:

Emhlabeni

Sibuthwel' ubunzima

Sibuthwel' ubunzima

Bawo Thixo Somandla

Ubugwenxa bethu

Yintoni na

Kazi senzeni na

Busweni benkosi

Kazi senzeni na

Ubugwenxa bethu

Yintoni na

Yintoni na

Find Love!

Men
Women