Amangqina kaYehova ayakumema: Indibano ithi, “Yiba NjengoYesu”

2015-10-22 06:00





PHOTO:

PHOTO:

Multimedia   ·   User Galleries   ·   News in Pictures Send us your pictures  ·  Send us your stories

Kulempelaveki AmaNgqina KaYehova azakuba nendibano yonyaka yeelwimi ezi sibhozo apha e Cape Town Stadium.

AmaNgqina adlulisela isimemo kuni nonke ukuba nibekho. Umxholo wendibano walo nyaka uthi “ Yiba NjengoYesu!”.

UMtutuzeli Sitinga, osisithethi sendibano yaseKapa unika lengxelo.

“UYesu, umseki wobuKristu, waziwa ngokubanzi njengoyena onempembelelo enkulu kunamadoda abalaseleyo akha aphila.

NjengamaKristu,undoqo wokholo lwamaNgqina KaYehova lukukuthi uYesu wabuphila ubomi bakhe njengomzekelo wokuba siwulandele.

“Lendibano ethi “Yiba NjengoYesu” iza kuhlolisisa ubomi bakaYesu njengoko buboniswe eBhayibhileni, ize igxininise indlela abanokuthi bonke – kungakhathaliseki imvelaphi yabo, ubomi ababuphilayo okanye unqulo – banokungenelwa kumzekelo neemfundiso zakhe. Imbalasane yocwangciso yintetho engumxholo wendibano ezakuba kusasa ngolweSihlanu ngo 11:25 enomxholo othi “Nguye Uvimba Wabo Bonke Ubuncwane Bobulumko”.

Ukususela kule mpelaveki ukuya kwiveki ezintathu ezilandelayo, amaNgqina kaYehova aseNtshona Koloni azakuhambisa izimemo kuni nonke kwikapa liphela nakwindawo ezisingqongileyo ukuba nize kule ndibano.

Apha ekuhlaleni , ngaphezu kwamaBandla ayi 160 AmaNqina kaYehova aza kuncedisa ukuhambisa ezi zimemo zendibano. Akungenwa ngamali. Iindibano zamaNgqina kaYehova zixhaswa yiminikelo yokuzithandela.

Le ndibano intsuku- ntathu iqalisa ngolwesihlanu umhla wama 23 October, 2015, ngentsimbi ye 9:00 kusasa. Kulindeleke abantu abangama 20,000 abezayo eCape Town Stadium eGreen Point kucwangciso olusekelwe ebhayibhileni, luqhutywa ngaxeshanye nge: IsiNgesi, IsiBhulu, IsiXhosa, IsiFrentshi, IsiPhuthukezi Nentetho Yezandla yase Mzantsi Afrika.

Amangqina kaYehova eMzantsi Afrika alungiselela iindibano eziyi 61- ngeelwini ezi yi 23- kwindawo eziyi 26 nakwizixeko ezinkhulu kulindeleke abantu abangaphezu kwama 214,000. Zwenibanzi angaphezu Kwezi 8,000,000 amaNgqina KaYehova kumabandla ali 115,000

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.

Inside News24

 
PARTNER CONTENT
INFOGRAPHIC: New thinking required for retirement

Everything we believe about retirement is fast becoming outdated.

PARTNER CONTENT
WATCH: How education can change a life

A university education gives students the chance to create a better future for themselves, their families and to opportunity achieve their dreams.

/News

Book flights

Compare, Book, Fly

Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.