Bahlangene abemveli

2015-05-07 06:00
Amalungu e Camagu kwinkomfa Colesburg, kwimpelaveki.

Amalungu e Camagu kwinkomfa Colesburg, kwimpelaveki.

Multimedia   ·   User Galleries   ·   News in Pictures Send us your pictures  ·  Send us your stories

Icamagu ngokwakwamoya phantsi kokholo lwemveli luzenzele imbali ngokuthi libambe inkomfa yabo yokuqala kanye ngayo le Nyanga ka Canzibe ekwayinyanga yokuvuyisana nelizwekazi iAfrika.

Le nkomfa ibibanjwe kwiphondo lase Mntla Koloni e Colesburg ngomhla wokuqala uyakuma kumhla wesithathu kweka Canzibe inyanga ngawo kanye lonyaka nje (01 May 2015 to 03 May 2015). Ibimelwe ngamaphondo amane iNtshona Koloni, iMpuma Koloni, uMntla Koloni kunye nephondo le Rhawuti.

Inkomfa le ibijolise ekuphakamiseni iNkolo yeMveli njenge Nkolo ezimeleyo yase Afrika njengoko kwakunjalo mandulo. Ibikwajolise ekubuyiseni nasekukhuthazeni isizwe esintsundu kwiNkolo yabo yendalo ukuze kugcinakale isidima nesithozela som-Afrika.

Njengoko ukukhula kwebandla eli le Icamagu kwaye kubonakala kumaphondo ngamaphondo yenze lonto into yokuba kusekwe nekomiti yolawulo ka Zwelonke apho uMaDlamini uGqirha Nokuzola Mndende ebekwe njengo Mongameli walo Icamagu Ngokwakwamoya. Ze uMnumzana V.O. Cetywayo uNdila wabekwa njengo sihlalo isekela lakhe ingu Mnumzana uJojo uMawawa. Ukanti uMama ogama lingu N. Nkalashe uMaMnqakrwana ebekwe njengo nobhala kazwelonke isekela lakhe lingu Mnumzana N. Phika uMkhonde. uMnumzana S. Njobe uNzotho yena ubekwe njengo Nongxowa, umququzeleli yena ibe ngu Mnumzana A. Mtlali.

Ngako ke sihlaba ukhwelo kuma Afrika into yokuba kubuyelwe eMbo apho imbali yethu ikhoyo sikhumbule indlela zethu zendalo zonqulo ku Mdali. Icamagu likwelophulo lokuba sikhumbuzane sisonke ngeNkolo yeMveli esidalelweyo kuyo ukuze sikhusele sigcine isidima somzontsundu uphela. Siyakholelwa kwinto ethi ukuqala ukwazi iNkolo yokho yendalo kukuqala ukuzazi njengomntwana womgquba

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.
NEXT ON NEWS24X

4 die in Lenasia gunfight

2016-09-24 19:46

24.com publishes all comments posted on articles provided that they adhere to our Comments Policy. Should you wish to report a comment for editorial review, please do so by clicking the 'Report Comment' button to the right of each comment.

Comment on this story
0 comments
Comments have been closed for this article.

Inside News24

 
PARTNER CONTENT
INFOGRAPHIC: New thinking required for retirement

Everything we believe about retirement is fast becoming outdated.

PARTNER CONTENT
WATCH: How education can change a life

A university education gives students the chance to create a better future for themselves, their families and to opportunity achieve their dreams.

/News

Book flights

Compare, Book, Fly

Traffic Alerts
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.