Niziphathe ngendlela nge pasika

2016-03-24 06:00
 Amagosa esiXeko azakuqinisa isandla kwabo bazakophula umthetho ngeethuba leeholide zepasika.  PHOTO: Mandla Mahashe

Amagosa esiXeko azakuqinisa isandla kwabo bazakophula umthetho ngeethuba leeholide zepasika. PHOTO: Mandla Mahashe

Multimedia   ·   User Galleries   ·   News in Pictures Send us your pictures  ·  Send us your stories

Amagosa esipolisa esiXeko athi alilungelele ixesha elixakekileyo lepasika elihamba nokuvalwa kwezikolo nokutyelela amaphondo.

Azakusebenzisa ezinye zezicwangciso ebezisebenzisa ngexesha ekupheleni konyaka edlulileyo, eziquka ukuqwalaselisa umba wokusela ngaphantsi kweempembelelo zotywala nezinye iziphoso zendlela, ukupatrola kwiindlela ezinkulu ezifana neN2, ukubeka iliso kumanxweme nezinye iindawo zeendibano loluntu.

Ngokutsho kojongene nezokhuseleko kwikomiti kasodolophu uJP Smith amagosa ezendlela esixeko azakusebenzisana nawephondo kwiphulo uExodus elizakuqinisekisa ukuba iinqwelomafutha nabaqhubi ingakumbi abazakuqhuba umgama omde bakulungele oko.

“Ndiyivila imikhwiniba yabaqhubi ngeziqinisekiso zokhuseleko ezenziwayo mvanje. Ingathi abanankathalo ngokhuseleko lwabo baxhomekeke kubo ukuba babathathe babase kwizalamane zabe ngelixesha leeholide. Ndiyababongoza abaqhubi beetaxi nebhasi , nabo bahamba ngeenqwelo zabo, bayokuhlolisa iinqwelo zabo phambi kokuba bahambe umgama omde. Yeyiphi eyona imbi, kukufika mva okanye ungabi safika?”ubuzile uSmith.

Amagosa endlela iMetro Police, Law Enforcement kunye neTraffic Service azakuqhuba ngeqnkqubo zazo zokugcina ucwangco eziquka ukumiswa nokugqogqwa kweenqwelo, ukubanjwa kwabo bafunekayo nokugcina komthetho.

Kutshanje isiXeko sithi sifumanise imipu engekhosemthethweni emibini saze sabamba abantu abaliqela ngezityholo ezidibenise neziyobisi.

“Ukubanjwa kwalemigeweu kuzakubonisa ukuba sisabajongile abpp[hulimthetho. Bacinga kuba sijolise kwixesha leholide sibayekile, abaqhashanga. Sizakuqinisekisa ukuba sizakubonakalo ndawo zonke kuba nokuba mnintsi umsebenzi. Kubalula ukuqinisekisa ukuba umthetho uyalandelwa xa uluntu lusebenzisana namagosa ethu. Yaye siyabona abantu ukuba bayeza ngaphambili bancediasne nathi ekubambeni lemigewu yaye sithi nangamso,” utshilo uSmith.

Uthe uluntu lungatsalela u107 ngethuba likaxakeka okanye bafomane 021 480 7700 xa nomyayi.

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.
NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
PARTNER CONTENT
INFOGRAPHIC: New thinking required for retirement

Everything we believe about retirement is fast becoming outdated.

/News

Book flights

Compare, Book, Fly

Traffic Alerts
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.