Sixakekile, yile ngxubakaxaka

2017-09-07 06:00

Siseluhlazweni silulutsha lwesithili i lase Nyanga,kuquka zonke iilali eziphantsi kwalo mmandla ekuthiwa yi Old ne New Crossroads, Zwelitsha, Mau-Mau, Lusaka njl njl.

Ukubulawa nokudlwengulwa kwabantu, andisathethi ngokhuthuzo lwe mihla le, ukungazithandi, utywala neziyobisi, yincutshe apha.

Ngoku eyam ingqwalasela ise Old Crossroads apho ndimekhona, kulelali abadala abanankathalo mayelana nokwelathisa ulutsha indlela ebalulekileyo, ngoba asiyazi eyona mini yazalwa ngayo iCrossroads, kuba xa uyazi imvelaphi yakho,ikamva liyakhanya futhi impumelelo inomkhitha.

Lilonke lelali ifuna imvelaphi yayo epheleleyo, ukuze nathi lutsha lwayo luphucuke ngomso.

Ndicela lonke ulutsha lwezilali zase Nyanga, luyeke ukuphila ubomi bobuxoki ngokusebenzisa utywala neziyobisi, kuba akho mpumelelo kwezizinto, ngumtyholi nje lo.

Majita nani Masester, masikhuseleni ubomi bethu neelali zethu, kuba ubomi bubalulekile, eli ixesha lelempucuko nolwazi, ngokoke lufuna imfundo nothando lwethu.

Khumbulani ukuba apha eNyanga sineziphiwo.

Jeremiah Daka Crossroads

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.
NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
Watch: Investing in the future through child development

An investment of R32-million into 11 early childhood development centres is changing the future for children in the Northern Cape.

/Africa
Traffic Alerts
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.