uNtips ucela iivoti zenu

2015-04-30 06:00
Umphathi wesikhululo iRadio Zibonele uNtibeleng Shete uchongwe njengomnye wabagqatswa abazakukhuphisana ngesikhundla sokusasaza iinkqubo zomculo wesintu kwijelo losasazo .likazwelonke uMhlobo Wenene.

Umphathi wesikhululo iRadio Zibonele uNtibeleng Shete uchongwe njengomnye wabagqatswa abazakukhuphisana ngesikhundla sokusasaza iinkqubo zomculo wesintu kwijelo losasazo .likazwelonke uMhlobo Wenene.

Multimedia   ·   User Galleries   ·   News in Pictures Send us your pictures  ·  Send us your stories

IRadio Zibonele iyaqhuba nokuzenzela igama ezizweni ngompondozihlanjiwe balo kwezosasazo.

Yimincili nemivuyo yodwa nanjengoko umphathi sikhululo, unkosazana Ntebaleng Shete ethe wachongwa njengomnye wabagqatswa abathandadathu.

Aba bazaku khuphisana ngesikhundla sokusasaza iinkqubo zomculo wesintu kwijelo losasazo likazwelonke uMhlobo Wenene phantsi kwe SABC.

Oku kulandela ikhwelo elihlatywe ngu Mhlobo Wenene lokukhangela umsasazi ozakuthi aqhube inkqubo ebezifudula zisasazwa ngongasekhoyo u Saba Mbixane noye wasutywa kukufa kwinyanga ka February kulonyaka ka 2015.

Sithethanje u Shete nobizwa njengo Ntips ngoogxa bakhe, uzakuqalisa ukusasaza inkqubo egama lingu Siwela Ithukela ngo Lwesine umhla wamashumi amathathu(Namhlanje) ku April ka 2015 phakathi kwentsimbi yeshumi ngokuhlwa nentsimbi yeshumi elinesibini ekuzeni kusa.

Lo ka Shete uzakulandela ngenkqubo eyintandokazi kubathandi bomculo ka maskhandi,

u“Lavuth’iBhayi” ngoMgqibelo umhla wesibini ku May, ukuqala ngentsimbi yeshumi ekuseni, ukuya kweyokuqala emva kwemini.

UShete, novakalise uchulumanco ngokuchongwa kwakhe njengomgqatswa uzakuziqhubela ezi nkqubo kumagumbi osasazo eSABC eSea Point kuledolophu yase Kapa ezinkqubo zimbini.

Kungokunje ijelo losasazo i Radio Zibonele libongoza abaphulaphuli kunye nabathandi balo ukuba bamxhase lo ka Shete ngokuthi bamvotele kwinkcukacha ezizakuthi zipapashwe kungentsuku zatywala.

UNtips kungoku nje uqhuba inkqubo ethi “Ezakuthi Iingoma”

Ngo Lwezihlanu ukusuka kwicala emva kwentsimbi yesixhenxe ukuya kweyeshumi ngokuhlwa eRadio Zibonele.

Okwangoku ungathi ubonakalise inkxaso yakho ngokuthi undwendwele ikhasi lakhe lika facebook ku “Ntebaleng Ntips Shete”.

Votela ingqaka kumculo wesiNtu,”

Lavuth’iBhayi habashwe”

Khona ukuze ukwazi uhlala ufumana ulwazi ngokuqhubekayo kolukhuphiswano

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.

24.com publishes all comments posted on articles provided that they adhere to our Comments Policy. Should you wish to report a comment for editorial review, please do so by clicking the 'Report Comment' button to the right of each comment.

Comment on this story
1 comment
Comments have been closed for this article.

Inside News24

 
PARTNER CONTENT
INFOGRAPHIC: New thinking required for retirement

Everything we believe about retirement is fast becoming outdated.

PARTNER CONTENT
WATCH: How education can change a life

A university education gives students the chance to create a better future for themselves, their families and to opportunity achieve their dreams.

/News

Book flights

Compare, Book, Fly

Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.