Ukukhuliswa kwezokhenketho

2017-08-17 06:05

UKHENKETHO yenye yezinto eziphambili eziqhuba uqoqosho lwengingqi yaseKouga.

IDolphin Beach, nelulwandle olukhulu lwaseJeffreys Bay, iye yalifumana iwonga leBlue Flag kwisizini ka-2016/17. Sikwaphucule nendawo yokuhamba nendlu yoonogada baselwandle, sidibene noosomashishini basekuhlaleni.

IBhunga likwanyuse nenkxaso kwiJBay Winterfest, nebandakanya iCorona Open J-Bay, nelelona khuphiswano lamazwe ngamazwe elikhulu eAfrica kwi-surfing.

Lo mnyhadala uze malunga nama-50 000 abakhenkethi eJeffreys Bay ngo-July 2017, nokuze namalunga ne-R45 million kuqoqosho lwale ngingqi. Iindlela kufutshane nalapho ukhuphiswano olukhulu belubanjelwe khona ziye zangcitywa. Ngaphezu koko umthamo womcangcatho weplanga eSupertubes, eyindawo yokhuphiswano lwe-surfing, uzakunyuswa ngo-2017/18.

Ukhuphiswano iSA Juniour Surfing Championships uye wabanjelwa eKouga ngo-2016, kwaye uzakubuyela apha nangalo unyaka. Sikwingxoxo nabaququzeleli ukuzama ukuba sibenesivumelwano seminyaka emithathu olu khuphiswano lubanjelwa kule ngingqi.

Ukhuphiswano lwangaphandle oluvavanya ukunyamezela, lamazwe ngamazwe, iExpedition Africa, iye yabanjelwa eKouga okokuqala ngo-2017. Olu khuphiswa ludibanise amaqela aphuma kwihlabathi jikelele.

Sisebenza nzima nokuphakamisa igama leKouga kukhuphiswano lokudada kumanzi avulelekileyo. Ngo-December 2016 iSA Open Water Swimming Championship, nekwasetyenziswa njengesigaba semfezeko sokhuphiswano lwezehlabathi, iye yasuswa eNelson Mandela Metro, ngenxa yamaxhala malunga nobume bamanzi eNorth End Lake. Olu khuphiswano luye lasiwa eMarina Martinique eJeffreys Bay.

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.
NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
Watch: Investing in the future through child development

An investment of R32-million into 11 early childhood development centres is changing the future for children in the Northern Cape.

/News
Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.