Umlilo unyanzelise isibhengezo sentlekele sesibini

2017-08-17 06:05

IINKOKHELI zopolitiko zaseKouga zisebenzisene nabeenkonzo zocimo-mlilo nabeenkonzo zikaxakeka bakwamasipala, abe Working on Fire kwakunye neLongmore MTO, ekucimeni umlilo kwakunye nasekunciphiseni ubuzaza bawo kummandla waseThornhill/Longmore ukususela nge-7 ukuya nge-23 June 2017.

Kodwa ngosizi kuye kwabhubha abantu ababini. Iihekthare ezimalunga ne-27 000 zomhlaba weefama kwakunye nezityalo ziye zatshabalala, kwakunye nezakhiwo nezixhobo zokusebenza.

Abahlali baseLongmore Village nabanye abakwiifama ezikufuphi kuye kwanyanzeleka ukuba bakhutshwe ezindlini bekhutshelwa kwiholo yoluntu yaseThornhill, apho baye baxhaswa khona ngokutya, ngoomatrasi, iingubo kwakunye nezinto zokuhlamba.

Umasipala uye waqhuba iphulo elikhulu lokucelela izibonelelo abo bahlelwe yintlekele kwakunye nabacimi-mlilo ebebesebenza emhlabeni. Sifumene inkxaso encomekayo, hayi kubahlali balapha kuphela, kodwa kwilizwe lethu liphela.

ILongmore Village ide yalahlekelwa nangumbane kwakunye namanzi abalekayo iiveki ngenxa yomonakalo obangwe ngulo mlilo kwiziseko. UMasipala waseKouga uye weza ne generator kwakunye nezindlu zangasese ezithuthwayo ukunceda abahlali ngeli xesha likaxakeka.

IBhunga laseKouga liye lenza isibhengezo sendawo yentlekele nge-12 June 2017 ngenxa yalo monakalo walo mlilo.

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.
NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
Watch: Investing in the future through child development

An investment of R32-million into 11 early childhood development centres is changing the future for children in the Northern Cape.

/News
Traffic Alerts
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.