Abafundi abakhubazekileyo bafumene uncedo

2019-11-21 06:00
Liqela labafundi besikolo sabantwana abakhubazekileyo iTembaletu, eGugulethu, abathe baxhamla ngethuba ibandla iHillsong inikezela ngezitulo ezinamavili ngoLwesibini weveki ephelileyo. Ilungu lenkonzo uBrandon Vergotine uthe ezi zitulo zinikwe abafundi abangakwaziyo ukuzithengela. Uchaze iphulo lokunikezela ngezitulo njengenye yeenkqubo zabo abathi bazenze minyaka le. “Qho ngonyaka siye sinikise ngezi zitulo kubantu abangakwaziyo ukuzithengela ezabo kwiilokishi esisebenza kuzo,” utshilo.

Multimedia   ·   User Galleries   ·   News in Pictures Send us your pictures  ·  Send us your stories

babantu abakhubazekileyo bube lula bakwazi ukufikelela apho bebengakwazi ngaphambili.

NEXT ON NEWS24X

Inside News24

Matric Results are coming soon!

Notify me when results become available

This site is protected by reCAPTCHA and the Google Privacy Policy and Terms of Service apply.

/News
Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.

Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.