Abafundi baxhotyisiwe

2018-09-27 06:01
U-Rabia Abrahams osuka kwa Services SETA ucacisela abafundi malunga nezinto abazenzayo. PHOTO: UNATHI OBOSE

U-Rabia Abrahams osuka kwa Services SETA ucacisela abafundi malunga nezinto abazenzayo. PHOTO: UNATHI OBOSE

Multimedia   ·   User Galleries   ·   News in Pictures Send us your pictures  ·  Send us your stories

Ngamakhulukhulu abafundi bezikolo zamabanga aphakamileyo eKhayelitsha athe azimasa umboniso wasesidlangalaleni wezemfundo(careers expo) kwiholo yoluntu iThusong, ngoLwesine.

Lo msitho ubuququzelelwe ngumbutho Iliso Care Society nojongene nophuhliso lwabantu abatsha ezikolweni, nozinze eSite C.

Phakathi kwezikolo ezithe zazimasa lo msitho yi Bulumko, Manyano, Ntlanganiso, isikolo sezoshishino iZola kunye ne-Harry Gwala.

Isikolo ngasinye besize nabafundi abangamashumi asibhozo. Othethela lo mbutho nokwangumququzeleli wale ndibano, uNomthandazo Sibozo uthe bawuqala lo msebenzi ngomnyaka ka 2016, njengenzame zokuxhobisa abafundi ngezakhono zobomi.

“Sayiqala le nkqubo kwizikolo ezibini, iBulumko kunye neChumisa, sigxile ikakhulu ekuncedeni abantwana abanengxaki zasekuhlaleni, kuquka abatshaya iziyobisi, ukunceda abo bagaxeleke kwimibutho yoonqevu, abanengxaki yokubhalisela imali yesibonelelo sikarhulumente, kunye nabo bangaqhubi kakuhle ezifundweni zabo,” ucacise watsho uSibozo.

Uthe bebedibana nabafundi kabini ngeveki emva kwesikolo.

“Amaxesha amaninzi besithetha ngokumitha kwabantwana abancinci, uxinezelelo ngenxa yabahlobo, uhlukumezeko ekhaya kunye nokufunda VLiqhuba ku 12

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.
NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.