Ahlangene amaWesile

2019-05-30 06:01
Inkonzo yamaWesile ibibambe ingqungquthela yayo eGugulethu ngempelaveki.

Inkonzo yamaWesile ibibambe ingqungquthela yayo eGugulethu ngempelaveki.

Multimedia   ·   User Galleries   ·   News in Pictures Send us your pictures  ·  Send us your stories

NguMbo nomXesibe amarhamente aseWesile athe ahlangana eGugulethu kwimpelaveki edlulileyo kwingqungquthela yeli bandla yonyaka.

Lo mnyhadala, nobanjwa rhoqo ngonyaka, uchazwe njengo wama 41.

Ngamakhulu amarhamente aphuma kwizithili ezahlukeneyo kwiphondo leNtshona Koloni athe awuzimasa.

Unongxowa webandla lamaWesile uInathi Ntantiso uthe le ngqungquthela isingethwe phantsi kwesihloko esithi: “Thandazani ninga phezi”. Logama umxholo wayo ubusithi: “Sise amehlo kuyo imbangi nomgqibelelisi wokholo lwethu” nochatshulwe kwincwadi yamaHebere isahluko se 12 ivesi yesibini.

Ukanti bekusegcibhala kumarhamente intsuku ezine ukusukela ngoLwesine ukuya kuthi ga ngeCawa, lonke eli xesha kutyiwa ivangeli. Noxa kunjalo akhange zisale ngaphandle izirhawana ngethuba kusiwa inkomo.

U-Ntantiso uvakalise uchulumanco ngulo msitho, nawuchaze njenge mpumelelo. Wongeze ngelithi olandelayo uzakubanjwa eKhayelitsha ngelixesha kunyaka ozayo, watsho ememelela izithili ukuba zilungise.

NEXT ON NEWS24X

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.

Inside News24

 
Traffic Alerts
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.