Amakrwala elixesha awasentlonipho

2017-02-09 06:02

Mhleli wephepha-ndaba endilithandayo kukho into endayithandayo endingasayiboni isenzeka ukubona amakrwala ehamba enxibe ikaki ethwele ikheshemiya; ephethe iminqayi yawo apha ku Janyuwari.

Abantu ababekufuphi kubo babonisa ukuzingca ngawo kwalapho kwabakho ubhuti ogxeka lowo wayehamba nawo esithi wenza abantwana oopopayi ndathi nqa ke kuba ngoyena ebemele ukubonisa ukuzingca ngale nkcubeko. Siyodlulwa zezinye iintlanga ngokuzingca nokugcina amasiko nezithethe zazo kutheni sineentloni nje thina ngenkcubeko yethu? Masibuyeni mzi wakwaNtu singalahli indlela ezenziwa ngayo izinto zethu masizingce ngobu Ntu bethu.

Zodwa Lebeni Langa

NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 

Matric Results are coming soon!

Notify me when results become available

This site is protected by reCAPTCHA and the Google Privacy Policy and Terms of Service apply.

/News
Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.