Azakuvulwa ngamathuba amangcwaba

2016-12-15 06:02

Amanye amangcwaba aphantsi kweSixeko saseKapa azakuthi anikezele iinkonzo ezicuthiweyo negthuba leeholide zohlobo ingakumbi ngeentsuku eziphawulwe njengeholide. Iinkonzo ezicuthiweyo zichaphazela imingcwabo kuphela ngeentsuku ezikhankanywe ngezantsi:

• Friday 16 December 2016 (Day of Reconciliation): kuvalwa ngentsimbi yokuqala

•Sunday 25 December 2016 (Christmas Day): kuvaliwe

•Monday 26 December 2016 (Day of Goodwill): kuvalwa ngentsimbi yokuqala

•Tuesday 27 December 2016 (public holiday): kuvalwa ngentsimbi yokuqala

•Saturday 31 December 2016: kuvuliwe

•Sunday 1 January 2017 (New Year’s Day): kuvaliwe

•Monday 2 January 2017 (public holiday): kuvalwa ngentsimbi yokuqala

‘Onke amangcwaba azakuvuleleka imihla yonke kubani ofuna ukutyelela kuba eli lithuba leentsapho ukuba zizekubonisa intlonipho nenkumbulo kwabo bangasekhoyo. Kobe kukho abasebenzi besiXeko abangxangileyo belungele ukunceda kwimingcwabo yamaJuda naMuslim ngokwemithetho yezinkolo,” utshilo okwikomiti kasodolophu kwinkonzo zoluntu UCeba Anda Ntsodo.

NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
Traffic Alerts
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.