Gugs; past pains under mascara

2018-05-17 06:01
Gugs@SIXTYGeoff Mamputa

Gugs@SIXTYGeoff Mamputa

Multimedia   ·   User Galleries   ·   News in Pictures Send us your pictures  ·  Send us your stories

Trozo ikasi yethu.

We’ve come a long way, so If iGugs ibingumntu ngekusithiwa litopi okanye iOledi eline timing.

Uyabona mos okokuba the older this kasie gets the more development there is. .Ukuba ibngumntu ngeba sithi wenza I make up with a thick foundation cream.

Ek check nou die anne dag umntu could not move freely Ekasi ungakhanga umiselwe okanye ubanjelwe idompass nguMasbanka.

Thre was no garage ekasi, eyona ikufutshane ikumajananda, kwa Jimmy, so if uphelelwe yipetrol, kawu uzoshaya uCA 10 ukuya eWelcome.

Shopping. Ekse. iseClaremont and uyathwasa ke okokuba ishopping yi outing.

I Oledi linivusa ekuseni, kubekwe amanzi, agalelwe ebhafini eyenziwe nguTat’uMpinga kwaKhikhi, kwela holo laseMthatha. Kulapho ingqaywa khona ibhaf engumanqanqa.

Anyway uzongena ebhafuni uhlanjwe with warm water for a change, qha ismoko yikayo. Yey iOledi likutyurushe okwe mbiza emva komcibi,

Uve nawe okokuba, yhah, ndiclean ngoku. Emveni koko yiVaslina, ibeth’ubuso ingathi sispili kawu, iinwele zifakwe iGlezerin,le I Oledi lingafuni niks ngayo. Kaloku namhlanje kuyiwa etown, that is eClaremont, kaloku yayitown yase Gugs leyo, eyase Nyaga East yayiyi Dywele(Bellville, jou spay), eyaseSkom iyiMowbray, jy ken mos

Xa ugqiba ukusplasha idlubha(impahla main ou)yenu ibi ayiniwe kwa phezolo yilonto bekunzima ukulala phezolo ngenxa ye excitement. Kaloku vandag nizi shaya ngala Jewish ye Kresi, may fo the second or third time this year.

Hayi, ayinxitywa nje lempahla, it is for special occasions, verstaan jy, and shopping is that special occasion. Ingxaza inezembe and udwadle netrojana(underpants), kaloku soos ‘n laaitie jy dra nie trojana njeee, it is also for special occasions kaw.

Can you imagine, nenza yonke leway then omnye wenu funeka abaleke ayekuma etyhwini because it is the end of ismandana inde kaloku ityhu.

Ngeloxesha umzali usagqibezela. Ngeloxesha,kusekuseni, kuyabanda, kusemnyama sometimes, maar wat, uexcited kuyiwa edorp awuyiva yonke lonto noba uphaa emva etyhwini.

All of a sudden ubone ityhu ingathi iyahamba noko but akukho momba. One two, one two, tshiiii inylon, man kuthi saa amathayma nama Oledi ukuyokutshon ngakwaGasela eNY6 nakulanduli yayisemva koNonzwakazi Methodist Church in NY 1, where the old age home is now. Jy check. Yey, uMasbanka ufikile, uva nje ‘Pass Pass, yima ngapha. Babhulwe abantu ntwana, some going to work and some going shopping nabantwana babo.

Ichayile ijive kubo. Lithi gqi IOledi ,ityhu seyimfutshane nifike eClaremont on time. Daai was nou Gugs kawu, daai was nou ilife yedarkie in a township. Nou njengokuba ndisitsho awunakuze uthi kwakunjalo. Ons witie big English, singqaya kwa Clicks ekasi moet laanies, .sidla amaWeet Bix nepizza ekasi. No risk yokuntanjulwa usiya eshop, amaOledi do not need to carry ipass to go shopping. Ipension bayifumana kwaSASSA,net om die hoek. Ude ubone abantu besiya emall ngepyjama,yesses.

Gugs is nou ‘n kasie met make –up, all the scars,the humiliation and the pain of the past sixty years zigqumakele yiPonds neViki yedevelopment.

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.
NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.