Hamba Kahle Bhele lokulunga

2016-08-11 06:00
 Selina Ndzube

Selina Ndzube

Multimedia   ·   User Galleries   ·   News in Pictures Send us your pictures  ·  Send us your stories

Siwile!Siwile isikhukukazi sasemaBheleni, intombi kaMadyibi.

Ndithetha ngabani xandingathethi ngentombi kaKwayiyo, unozala wesizukulwana sasemaQhinebeni.

Ndithetha ngaye ‘Bheleks’ Selina Ndzube, uDlambulo, Khuboni, Langa lokulunga. UThixo unabantu bakhe athi aba babale ngezinto ezininzi.

Siyokhumbula uBheleks besisanda kuvuyisana naye egqiba eminyaka eyim98 esidla amazimba.

Elo libhaso elikhulu kuleminyaka siphila kuyo. Thina bantu bebehlala naye ebemane ukusihlekisa xa emane ukuthi ingathi kanti iNkosi indilibele, njengokuba iintsuku zam zihambile ndifuna ukuya kuphumla. Kodwa ke njengakholwa aphinde athi hayi akukhonto, aka xakwanto.

Yazi amaxesha amaninzi kubalula kum ukubhala ngezihlobo zam, kodwa namhlanje litshone emini ndasuke ndaxakwa ukuba ndibhekise ngaphi. Ndiyinkukhu esikwe umlomo, kodwa ke ndomelele kuba apha ndithetha ngekholwa ebelinomonde, lizolile.

Ndithetha ngomzali, umama wethu ongaphelelanga nje abenguye kuthi sodwa, kodwa wanguye umama wesizwe. Ikhaya lethu ebelifudumeza ngalo lonke ixesha. Ulenze ikhaya labalityholo lomntu wonke, ntoleyo eyenze kwalula ukuba uwonke wonke aphume engena kulo.

Uninzi lwabantu belusaya kufika nje luzifumane intsikelelo namathamsanqa kuba thina Sizwe esiMnyama sibathabatha abantu abadala okwezinyanya eziphilayo. Thina sibenenyweba engummangaliso yokubabalwa ngalentombi. Uthandiwe wanakekelwa uBhele yintombi yakhe nanguye wonke umntu ebemazi. Thina silusapho lwasemaQhinebeni nasemaBheleni sithi kuye ntombi kaKwayiyo hamba kakuhle, asinasikrokro usenzele yonke obumele usenzele yona, wagqithisa, wenzela nabanye abantu. Sithi ngoko hamba uyokuphumla asoze sikukhalele. Hamba uyokudibana nabanye abantwana bakho nesizukulwana sakho uthi kuso ushiya ikhaya elindilisekileyo. Ikhaya elingophukanga. Thina sohlala sikukhumbula. Bhele, lala ukuphumla okungunaphakade. Isizwe sakuthi usishiyele uthotho lwabantwana nesizukulwana esilulutho ebantwini, ndithemba nangakumbi ukuthi nabo bangekho mgceni bayokubuyela kuwo. Lala ngoxolo, uThixo akusikelele side sibonane kwakhona. Thina bashiyekileyo masivuye sigcobe simkhulule ngeentliziyo ezinothando. Uyafihlwa ngoMgqibelo umhla we 13 August. Icawe iyakungena ngo 9am eSt Mary Magdeline NY 3 uyokubekwa eNY 5.

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.
NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
ADVERTORIAL
Competition regulation for a growing and inclusive economy

ADVERTORIAL: The Competition Commission of South Africa is conducting advocacy work in the South African automotive aftermarket industry and has gazetted a Draft Code of Conduct for public comment.

/News
 

Man scores date with tennis superstar after Twitter bet

It’s a modern day Cinderella story, but one American man took ‘shoot your shot’ seriously in 2017.

 
 

You won't want to miss...

Who are the highest paid models of 2017?
10 gorgeous plus-sized models who aren't Ashley Graham
5 top leg exercises for men
10 best dressed men of 2017
Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.