Hamba Kahle Mam’Winnie

2018-04-19 06:01
my takeThobile Ndzube

my takeThobile Ndzube

Multimedia   ·   User Galleries   ·   News in Pictures Send us your pictures  ·  Send us your stories

Liwile liwile iqhawe lamaqhawekazi lesizwe sama Afrika. Imbokodo yeembokodo. Ndithetha ngabani xandingathethi ngengangalala yeengangala. Nomzamo intombi ephuma kwindlu enkulu yesizwe samaMpondo. Wena wakhetha ukuba lidini lesizwe.

Nozala wesizwe sakuthi ubomi bakho bonke ubunikele ekulweni impatho embi phantsi kwengcinezelo. Awuphelelanga apho ubusisikhukukazi samaqhawe namaqhawekazi obuwavulele iingcango zakho okuba ayokukhala kuwe xakukubi.

Mama Winnie ubonakele ngawo onke amaxesha kusiliwa ingcinizelo eMzantsi. Ubuthwele ubunzima ungunozala. Awuthanga wakuthathelwa umnyeni wakho wathi kwanele kodwa uqhubekekile walwela amalungelo abantu. Kungani nha ukuba ungafumani isitsaba sakho kubantu baseMzantsi nakwimbombo zonke zeli lase Afrika. Uyintombi yomthanyama, isilokazi esingenakuthandabuzwa.

Kungani ukuba thina sizwe esimnymama asinakuthi ntombi yakwaMadikizela hamba kakuhle uyophumla amathambo akho adiniwe. Hamba uyokuhlangana namanye amaqhawe neentombi zesizwe esele ziyophumla. Hamba uyokuthi kuwo nakuza umsebenza wakho uwenzile. Hamba uyokuthi umsebenzini wokukhulula abantu baseMzantsi usaqhubekeka.

Hamba ntombi yesizwe sikaPhalo uyokuphumla. Hamba kahle mama Winnie! Sizwe esimnyama masimkhululeni uyenzile indima yakhe!

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.
NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.