Iingaba ukhe wambona uSlyvia?

2016-12-15 06:01
 Kufuniswa ngo Slyvia Ntesang Macklay

Kufuniswa ngo Slyvia Ntesang Macklay

Multimedia   ·   User Galleries   ·   News in Pictures Send us your pictures  ·  Send us your stories

Kwiveki ephelileyo senze impazamo yokupapasha umfanekiso kamama uMagilana Daweti ongasekhoyo sisithi kufuniswa ngayo.

Yimpazamo enkulu le, siyangxengxeza kubhidene iikomityi. Ngxe lusapho.

Eneneni kufuniswa ngo Slyvia Ntesang Macklay owalahleka ngo 2010 ngomhla we 31 ka April. Ikhaya lakhe lise Vryburg.

Ukuba unolwazi ngaye nceda ufonele intombi yakhe wkinombolo engu 0636784444 ngokukhawule okukhulu.

ICity Vision icela abantu abalahlekelwe ngabantu babo baqala emapoliseni phambi kokuza kupapasha imicimbi ekumila kunje.

NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
Traffic Alerts
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.