Imfuna-lwazi ebaphosa le na le

2019-01-31 06:21
Inxenye yabafundi base Fairydale bafundela kwiholo yoluntu e Mfuleni.

Inxenye yabafundi base Fairydale bafundela kwiholo yoluntu e Mfuleni.

Multimedia   ·   User Galleries   ·   News in Pictures Send us your pictures  ·  Send us your stories

Abafundi besikolo samabanga aphantsi naphakamileyo iFairydale, eMfuleni, bayigqibile iveki emveni kokuvulwa kwezikolo, bengeka bina sakhiwo sakufundela.

Esi sikolo siqala kwibanga labasakhasayo(Grade one) siyokuphela kuGrade 11, kwaye sinabafundi abangaphezulu kwe waka. Sabhaliswa neSebe lezeMfundo kwiphondo kunyaka ophelileyo. Ukanti ukuvulwa kwezikolo kuye kwanyanzeleka ukuba inxalenye yabafundi igciniswe kwiholo yoluntu, nakwi klinikhi yase Mfuleni endala nakwezinye izikolo.

Umzali u-Asakhe Mahlaba uthe bengaba zali abayithandi lemeko bazibona bekuyo abantwana babo.

“Abantwana bethu abakafundiswa kwa ukufundiswa; kwaye bayashiyeka kwezinye izikolo. Intombi yam izakwenza u Grade 12 kulo nyaka uzayo, kodwa ayikayivuli kwaphela incwadi kulo unyaka.”

U-Mahlaba uthe intombi yakhe ivuka kusasa yonke imihla ngethemba lokuya kufunda, kodwa kuye kungenzeki njalo.

U-Mahlaba uthe ayi yiphathi kakuhle le meko intombi yakhe, kuba isitsho nayo ukuba bayashiyeka ezifundweni.

Usihlalo wekomiti yesikolo uXolisile Qwesha uthe isebe belithembise ngokuthumela amagumbi okufundela ethutyana kwisiza esisesikolo eMfuleni, endaweni yoko lawathumela eSilversands.

Uthe baye bayanzeleka ukuba bazame amacebo. Oku kuquka ukucelela abafundi kwezinye izikolo, kwi holo yoluntu kwakunye nakwiziko lezempilo lase kuhlaleni.

U-Qwesha uthe ibakhathaza kakhulu imeko abantwana abazibona bekuyo kuba ezinye izikolo ziyaqhubeka nezifundo.

Uthe enye into ebakhathazayo kukuba kusafuneka bekhangele ootishala bamanye amabanga kuba isikolo sisesitsha.

Isithethi seSebe lezeMfundo kwiphondo uJessica Shelver uthe bafakana imilomo nezigqeba zokuhlala mayela nale nyewe, kwaye basalinde intlanganiso.

NEXT ON NEWS24X

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.