Imvumi zethu, zililifa kuthi xa sibhiyozela inyanga yamasiko

2017-09-21 06:00

Ndikhumbula ekupheleni kweminyaka yo1980, ukungena kweye 1990 apho imvumi zomculo ekuthiwa ngo Inner City, Brenda Fassie, Splash nabanye, indima engumangaliso abayidlalileyo kwinguquko yeminyaka okuphila kwethu emhlabeni jikelele.

Aba ngozakuthi, futhi ndinebhongo ngenyathelo labo elihle, intshukumo yabo isenenkuthazo emandla nakuleminyaka.

Ngoku xandibala abantu abafana noBlack Coffee, Ringo Mandlingozi, Drie Manskap nezinye imvumi, abaqhubekeka ngolohambo lwenkuthazo entle, ingakumbi kuthi bantsundu.

Apha,xa ndibhekisa kuye wonke umzali woMzantsi akhuthaze umntwana wakhe xa ewuthanda umculo, kuba zingelosi zika Thixo ezi, ngoba esisiphiwo yintshukumo ekhuthaza lonke ihlabathi, njengoba wonke umntu ezithandela ingoma, imvumi ezisakhulayo emakhayeni ethu zikhona.

Phambili ngomculo.

Imibulelo ku City Vision, ngomsebenzi omhle kakhulu. Bendingaqondi, ngoku ndiyazi, nditsho ndaphil’emphefumlweni xa nisebenzise igama lam lenkobe, enkosi.

Maphelo wa Mars Daka Crossroads
NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.