Inkcazelo yabafundi ngo mdlungu

2019-06-27 06:00

Yintoni i sicheme?

Umdlungu: Ngenene nangenyaniso ngumntwana ofunyenwe ngumfazi esemzini, kodwa uyise ingesinguye umyeni wakhe.

Loyiso: Umdlungu ngula mbona ubolileyo phakathi kombona uyakhethwa kwenziwe ngawo inkoduso. Naxa umntu emhlana kuthiwa ngumdlungu odlekayo.

Zwelinzima: Umdlungu ngumbona obolileyo kaloku sine ndidi ezine emboneni. Umzekelo:Amaqhashu ngumbona okhethelwa ukojiwa. lcaca ngumbona wokwenza inkoduso nokutyiwa, isiswenye olu udidi lombona luye lugcinwe ukwenzela imbewu kunyaka olandelayo.

Kanti umdlungu ngumbona obolileyo othi uchwethelwe bucala komnye ukuze ulahlelwe kude okanye kwezinye indawo kondliwe ngawo iihagu.

Mavis: Umdlungu ngumbona owonakeleyo boliliyo awunakutyiwa uye utyiwe ziihagu ñeenkukhu.

Zukiswa: Umdlungu ufumaneka emazimbeni ufanelwe kukulahlwa, ufana nomgqakhwe.

Yinto enezimbo ezibi phakathi kwekhaya kuthiwe ngumdlungu lo mntana.

Nombewu: Umdlungu ngumbona ofumaneka unento emnyama engumgubo endaweni yeenkozo ubangathi sisikhwebu nawo ubelapha edizeni kanti lo mpha uthwele umdlungu.

Zoleka: Umdlungu; ngumbona oye wafumana ukungunda.

Luvo: Umdlungu ngumntu osoloko esenza izinto ezingalunganga okanye umntu ongcolileyo.

NEXT ON NEWS24X

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.

Inside News24

 
Traffic Alerts
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.