Izaziso zoluntu

2017-10-12 06:01
  • Umbutho Ubuntu Bethu Burial Society wazisa ngohambo oluya eBuffels Bay, ngomhla we 26 December 2017. Intloko yomntu ohleli esitulweni yi-R150. Kuyabongozwa abantu bazifunele ama-card akwa Sanparks kwangethuba, ukuze bakwazi ukungena kolu lwandle.

.Kuzakubakho utshintsho kwintsuku zenkamnkam kwaLanga ukusukela kwiveki ezayo. NgoLwesibini izakuba ngabantwana, ngoLwesine yeyabantu abakhubazekileyo. Olutshintso luzakuqala ngomhla ka 17 October 2017. Lomyalezo usuka kuSassa wase Athlone.

NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.