Liyaqhuba iphulo lokuxhobisa amakhwenkwe

2018-11-29 06:01

Njengoko ixesha lokwaluka liqalile, umbutho ozimeleyo iSomagwaza Institute iyaqhuba nephulo layo lokunceda amakhwenkwe azakwaluka, ngokuthi inikezele ngeenkonzo zempilo zamahala nezi khawulezileyo.

Lo mbutho ucela wonke umntwana oya esikolweni solwaluko, nokuba sesiphi na ayikhethanga bani, kuquka nabo bazakolukela kwamanye amaphondo, bayacelwa ukuba beze bafumane iziqinisekiso zempilo yabo.

Ngengcombolo epheleleyo qhakamshelana no Sikelela Zokufa ku 073 772 6574, uZolile Cagwe ku 072 717 5581, uWandile Mayekisa ku 082 730 6170, uBongani Qalinge ku 073 537 0859, uMphuthumi Gogo ku 076 106 0813 okanye uMichel Mabutho ku 078 482 8127.

NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.