Masiphucuke, sicoce ububi

2017-08-31 06:00

Lixesha lokuba siwavule gabalala amehlo ethu ma Afrik’amahle, umgqwaliso yinto apha esiyiqonda ukuthi ipheliswa ngeyeza elivela kwinyangi kuphela, mhlawumbi liyinyani elo.

Kulamaxesha olwazi siwaphilayo, ololwazi lugabalala ngaphezulu kokubana sicinga.

Okokuqala into esiyithethayo ngemilomo, intlalo njalo njalo zezinye zonobangela bomgqwaliso.

Xana zingacocekanga zenza owona mgqwaliso mkhulu.

Okokuqala xa sithuka futhi sithetha kakubi ngomnye umntu, lonto yenza owona monakalo unzima ebomini bethu. Okwesibini intlalo yobugxwayiba esikuyo okanye esizifaka kuyo nayo inobungozi.

Mawethu masizivuthulule ngokukhawuleza, siyeke ukuthuka ngemilomo yethu. Sicoce imizimba yethu, yeyona ndlela inokuphucula intlalo yethu.

Jeremiah Daka Crossroads
NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.