Ndlelantle Winnie Mandela

2018-04-12 06:01

Liwile iqhawe lamaqhawekazi leSizwe se-Afrika.

Imbokodo yeembokodo.

Ndithetha ngabani xa ndingathethi ngengangalala yeengangala.

UNomzamo intombi ephuma kwindlu enkulu yeSizwe samaMpondo.

Wena wakhetha ukuba lidini leSizwe.

UNozala weSizwe sakuthi ubomi bakho bonke ubunikele ekulweni impatho embi phantsi kwengcinezelo.

Awuphelelanga apho ubusisikhukukazi samaqhawe namaqhawekazi obuwavulele iingcango zakho ukuba ayokukhala kuwe xakukubi.

Mama Winnie ubonakele ngawo onke amaxesha kusiliwa ingcinizelo eMzantsi.

Ubuthwele ubunzima ungunozala.

Awuthanga wakuthathelwa umyeni wakho wathi kwanele kodwa uqhubekekile walwela amalungelo abantu.

Kungani nha ukuba ungafumani isithsaba sakho kubantu baseMzantsi nakwimbombo zonke zeli lase Afrika.

Uyintombi yomthonyama, isilokazi esingenakuthandabuzwa.

Kungani ukuba thina Sizwe esimnymama asinakuthi ntombi yakwaMadikizela hamba kakuhle uyokuphumla amathambo akho adiniwe.

Hamba uyokuhlangana namanye amaqhawe neentombi zesizwe esele ziyokuphumla.

Hamba uyokuthi kuwo nakuya umsebenzi wakho uwenzile.

Hamba uyokuthi umsebenzi wokukhulula abantu baseMzantsi usaqhubekeka.

Hamba ntombi yeSizwe sikaPhalo uyokuphumla.

Hamba kahle mama Winnie!

ISizwe esimnyama masimkhululeni uyenzile indima yakhe!

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.
NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.