Niyabizwa kwintlanganiso yama Cirha

2018-03-15 06:01

Kumenywa onke amaCirha aseNtshona Koloni,ukuba aphume aye kwintlanganiso eyakubanjwa ngoMgqibelo umhla we 17 kuMatshi ngentsimbi yeshumi elinesibini eSt Francis kwaLanga.

Kuzakufika igqiza lamaCirha avela eMpuma Koloni ephethe inkqubela phambili.

Yizani mawethu ngobuninzi benu, ukusuka komncinci kuyi kutsho kokhokho indlu iphela. Iingcombolo ezithe vetshe zifumane ngokutsalela ezinombolo: 0630437977; 0697622366 no 0832394741.

NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.