Royal Tigers ilume All Stars

2019-02-14 06:00
Iqela iRoyal Tigers Football Club beliqubisene ne All Stars Football Club eKhayelitsha ngecawa.PHOTO: SIYABONGA KALIPA

Iqela iRoyal Tigers Football Club beliqubisene ne All Stars Football Club eKhayelitsha ngecawa.PHOTO: SIYABONGA KALIPA

Multimedia   ·   User Galleries   ·   News in Pictures Send us your pictures  ·  Send us your stories

Iqela lomdlalo webhola iRoyal Tigers Football Club lase Khayelitsha nelidlala kwi Grassroots Social Soccer League, libethe iAll Stars Football Club ngamanqaku amahlanu kwamabini nge Cawa.

U-Blessed Nkoma, umqeqeshi weliqela, uthe umdlalo wabo ubungagxekekanga xa ujonga into yokuba uninzi lwabadlali babo basebatsha kweliqela.

Uthe basamkela abadlali abatsha nalapho bezokubalinda ukuba bade babemoyamnye beliqela.

Uthe kuba bedlala benga badlali abahlanu ngexesha(5-a-side) ebaleni, abanye abadlali basaziqhelisana noluhlobo lwebhola, kuba bavela kudlala beli qela elishumi nanye.

U-Nkoma uthe nemithetho yale midlalo ayifani, koko ke abadlali abatsha basaziqhelanisa nayo.

Uthe ukubheka phambili bazakumema nabanye abantu abafuna ukuzibandakanya neqela labo baze ngaphambili.

“Esona sizathu esibangela sifune abadlali abatsha kungenxa yokuba abanye abadlali bayaphangela, lonto ithethe ukuthi abasoloko bekhona xasidlala,” utshilo uNkoma.

Uthe njengokuba imidlalo iqhubeka, unethemba lokuba iqela lakhe liza kuwasokolisa amaqela adibana nawo.

NEXT ON NEWS24X

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.