Ubanjelwe ukudlwengula umfundisi

2019-09-26 06:01

Ubanjwe mayela nezityholo zokudlwengula intwazana eminyaka eli 15 umfundisi webandla elaziwayo kwaLanga.

Isithethi samapolisa kwaLanga uKapteyini Nondumiso Paul ukugqinile ukubanjwa kwalo mthanjiswa.

Uthe kutyholwa ngelithi umfundisi uye wayalela lo mntwana ukuba azokuthatha amayeza endlini yakhe, kwapha kwaLanga. Ekufikeni kwale ntwazana, kutyholwa ngelithi uye watshixa umnyango wayiyaleka ukuba ikhulule ukuze azoyiqaba ivaselina emabeleni.

U-Paul uthe emveni kokuba ekwenzile oko, kubikwa ukuba uye waphinda wayiqaba eminweni yakhe emibini, nalapho athe wayifaka kule ntwazana ngaphantsi.

Kubikwa ukuba le ntwazana izamile ukumnqanda, koko yohluleka, waze wazithathela ngolunya umthanjiswa.

“Uye wabanjwa lo mfundisi ngenjikalanga yaNgomgqibelo, nalapho bekulindeleke ukuba avele enkundleni yamatyala,” utshilo uPaul.

NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.