Ubuye nodumo umakhwekhwetha

2018-04-19 06:01
UZweli Nokhatywa engqongwe ngoogxa bakhe uZanele Shwane, Ntobeko Gijana, Fundiswa Ntshwanti no Aaron Madikane emva kokuwongwa..

UZweli Nokhatywa engqongwe ngoogxa bakhe uZanele Shwane, Ntobeko Gijana, Fundiswa Ntshwanti no Aaron Madikane emva kokuwongwa..

Multimedia   ·   User Galleries   ·   News in Pictures Send us your pictures  ·  Send us your stories

Kwiminyaka engaphezu kwamashumi amabini anesibini exelengela iziko lokuhlala iZibonele Fm ,umnumzana uZweli Nokhatywa uthe wawongwa ngeyona mbasa ixabisekileyo ngabakwa Liberty.

Kumsitho weeMbasa (Liberty Awards 2018) ebezibanjelwe eGoli ,oka Nokhatywa uthiwe jize ngembasa yokuhlonitshwa kwemisebenzi nokugcina igama lakhe lisezimbalini ngokuxhonywa kudonga lwabo bazenzele udumo nababile besoma besebenzela onomathotholo basekuhlaleni, i Hall of Fame. UNokhatywa waqala njengosebenza simahla ezinikezele kusasazo lwe Zibonele FM ngeminyaka yo 1995 kwaye ukhe waxelenga nanjengelungu lebhodi elawulayo phakathi kwezinye kwaye wenze iinkqubo ezahlukahlukeneyo .Nanamahlanje oku uSir Khatywas njengoko esaziwa usabhexesha inkqubo ephala phambili yakusasa , iLitha Lakho Breakfast show .

Sithi halala Mzondi ,halala Zbosh FM

NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.