Ucoceko lubalulekile kushishino

2018-05-03 06:00

IAfrika likhay’elitsha futhi elihle kummi wonke oyithandayo,lilonke siyafunda kuyo.

Kwisiqingatha sethub’elidlulileyo, ndikhe ndaqashwa lishishini eliphekela ukutya, enye irestyu ese V&A Waterfront kumbindi weKapa.

Kulomsebenzi ndikhuthazwe yindlela abadeka ngayo ukutya kwemihla ngemihla, ndoneliseka emphefumlweni lucoceko endilubonayo.

Nam ndiye ndanomqweno wokubona lentlalo intle kangaka, iphile futhi iphefumle nakwe zethu iirestyu.

Kunye nazo zonke indawo zokutya zabantsundu.

Ingakumbi ezilokishini, ndiyacela bakuthi.

Ikhitshi apha kunye nezixhobo zokutya, bezicocwa izihlandlo eziliqela ngosuku. ukuqinisa ekulweni ukungacoceki, ukunqanda izigulo zemihla, ndiye ndakholelw’ekubeni le yeyona ndlela ilula, futhi yalemihla, yokwandisa inani labathengi bokutya okuthengisayo.

Ngoku nditsho kuni, ntozo’Bawo, nakoMakazi bethu abashishina ngokutya, cocani amaqonga enu enideka kuyo, neniphekela kuwo ngamandla, ngoba xa siqwalasela, awukho umahluko phakathi kokutya kwe Waterfront, naphina, ntonje lucoceko lwabo luqatha, futhi ndingagxeki thina.

Ucoceko yimpendulo yethu bahlali bam ngoku nangomso sogqwesa phambili kwishishini lokutya.

Maphelo Daka Crossroad

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.
NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.