Ulonwabele usuku loomama

2017-05-11 06:00

Mama kum wena unje ngegazi emzimbeni, uyadingeka.

Ebomini bam ungumkhuthazi, bonke bangandilahlela izandla, bonke bandibone ndingento yanto, kodwa hayi wena mama wam.

Uthando lwam kuwe lunje ngamanzi ekofini, futhi lunje ngomkhence ehlotyeni, nokuba kungenzeka ntoni na, ngeke luphele.

Kaloku lona lelokwenene, Mama wena ndakuthanda ndingekavi kwa lizwi ngelizwe, kuba wena wandithanda ungeka ndiboni nokuba ndineziphako ezinjani.

Ukususela kwinyanga ezilithoba undithwele, ungafuni kwanto eza ngakum, kunanamhlanje, ebudaleni bam usandikhusela. Ndithi ndakomelwa ngumqa oqhalwe ndim, wena undonyule.

Emanyukunyezini, naku manyundulu endihambe ndizifaka kuwo, wena uyandimela undonyule kuwo. Amabibi am awuhambi uwababaza.

Wena Mama uthando lwakho kum ngeke ndilufanise nanto, aluchazeki, alungcangcazeli loloqobo.

Mama wena usisikhukukazi esindi sitha umqolo, undikhusela kwizi hange. Ngaphandle kwakho andintoyanto. Mama ulonwabele usuku lwakho lo Mama nge Cawe.

Thembalethu Qolo Nyanga

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.
NEXT ON NEWS24X

The day the town ran dry

2017-11-19 00:00

Inside News24

 
ADVERTORIAL
Competition regulation for a growing and inclusive economy

ADVERTORIAL: The Competition Commission of South Africa is conducting advocacy work in the South African automotive aftermarket industry and has gazetted a Draft Code of Conduct for public comment.

/News
Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.