Ulutsha lubabale inkonde ngotyelelo

2018-10-04 06:02
Umama Thelma Mdivas PHOTO: UNATHI OBOSE

Umama Thelma Mdivas PHOTO: UNATHI OBOSE

Multimedia   ·   User Galleries   ·   News in Pictures Send us your pictures  ·  Send us your stories

Ulutsha lwama Rhabe oMzantsi Afrika, akwa Langa, ake andwendwela ilungu elidla umhlalaphantsi- kwikhaya lalo eNew Crossroads- kulo Mgqibelo udlulileyo.

U-Thelma Mdivas,83, uye akakwazi ukuzibamba ngenxa yemincili nokhwankqiseko.

Ulutsha olo- ebelu khatshwa liqela lamanina- lufike lwafaka umthandazo omfutshane, ze lwanikeza ngamaxamba okutya.

U-Fikiswa Mbalo, nongu Sekela Mongameli wolutsha, uthe injongo yolu tyelelo kukubonisa uthando kule ngwevukazi, nesele iliqina.

“Siyathemba ukuba umthandazo esimenzele wona uyakuwuhlaziya kwaye uwuphakamise umphefumlo wakhe,” utshilo uMbalo.

Umchaze uMdivas njengomnye womama benkonzo abahloniphekileyo nokwa yinkokheli ebandleni.

uMbalo ulichaze njenge “ntlalisenzeka” iphulo eli.

“Yinto ethi siyenze rhoqo xa sinethuba, kodwa siyaqala ukunikela kumntu wangaphakathi ecaweni,” utshilo. “Amaxesha amaninzi siqhele ukunikela kwimibutho nakubantu bangaphandle.”

U-Mdivas uthe wothukile kodwa uchulumancile kukundwendwelwa lulutsha lwebandla.

Wongeze ngelithi umnqweno wakhe kukubona ibandla likhula.

“Ngexesha ndandisaya enkonzweni ndandiyinkokheli kwizikhundla ezininzi ezahlukeneyo, kuquka oomama, ulutsha kunye nesikolo sabantwana sangeCawe (Sunday School),” utshilo wagqibezela ngelithi xana elele ukuthula, unqwenela aculelwe ngabantwana besikolo secawe (Sunday School) kuba basondele kakhulu entliziyweni yakhe.

Omnye woomama owayekhonza no mama uMdivas, ngu Gloria Mbeyiya, omchaze njengomntu obeyikhuthalele kakhulu eyithanda icawe.

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.
NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.