uMolewa uzaku fihlwa kule veki izayo

2018-09-27 06:02

UEDNA MOLEWA, lowo ube sakuba ngumphathiswa wezendalo, nothe wanabela uqaqaqa ngoMgqibelo odlulileyo, kulindeleke abekwe kwikhaya lakhe lokugqibela ngoMgqibelo weveki ezayo.

Oku kubhengezwe yikomiti yabaphathiswa ejongene nezingcwabo kurhulumente, nekhokhelwa ngumphathiswa kwi ofisi ka mongameli uNkosazana Dlamini-Zuma.

Ukanti inkonzo yakhe yesikhumbuzo izakuthi ibanjwe ngoLwesithathu weveki ezayo kwiziko lemfundo ephakamileyo, iSefako Makgatho eTshwane.

Ngaxeshanye, umongameli welizwe uCyril Ramaphosa udize ukuba umngcwabo walo ka Molewa uzakuthi ibe ngowase burhulumenteni.

Kanti uluntu olunqwenela ukudlulisa amazwi ovelwano kusapho, luyabongozwa lufake imiyalezo yalo kwiincwadi ezikumasebe ezendalo kumaphondo ohlukeneyo naku maziko ezendalo ohlukeneyo oMzantsi Afrika nakumaziko emozulu oMzantsi Afrika, apho ebe ngu mpathiswa khona.

NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.