Yimincili yodwa eHazeldene

2019-08-01 06:01
Iqela labantu livuselela ipaki ekutyholwa ngokuba imoshwe ngoonqevu eHazeldene.Umfanekiso: UNATHI OBOSE

Iqela labantu livuselela ipaki ekutyholwa ngokuba imoshwe ngoonqevu eHazeldene.Umfanekiso: UNATHI OBOSE

Multimedia   ·   User Galleries   ·   News in Pictures Send us your pictures  ·  Send us your stories

Abahlali base Hazeldene, ePhilippi, abayivali imilomo emva kokuba indawo yokudlala abantwana ekuhlaleni ithe yafumana ukuhlaziywa ngokutsha.

Ngokwengxelo yabahlali le paki ithe yavuselelwa siSixeko saseKapa, kodwa iSixeko sizikhabile ingxelo zokuba silungise le paki.

Abahlali bathi iphulo lokulungisa le paki laqala kweyoKwindla, kwaye kulindeleke ukuba ligqitywe kungentsuku zatywala.

Abahlali batyhole oonqevu ngokonakalisa lepaki.

Omnye wabahlali, nozibize ngokuba unguNomtha, uyichaze lepaki njengeluncedo kakuhlu ekuhlaleni. “Amaxesha amaninzi abantu bebehlala apha xa befuna ukuphumla okanye bekhuphe abantwana babo ukuba bazodlala oojingi. Ibiyindawo nje yokonwaba kangangokuba nabanye abantu balengingqi yamatyotyombe iSiyahlala bebesiza apha nabo bazokuhlala,” uthethe watsho uNomtha.

Uhlabe ikhwelo lokuba iSixeko singaqesha oonogada.

Kwimpendulo yaso Isixeko sithe asinalwazi ngale paki.

NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
Traffic Alerts
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.