Zingce nge Vision yakho

2018-09-13 06:00

Ukususela kule veki iphephandaba lakho, iCity Vision, liqalisa iphulo elitsha lokuphuhlisa noku khuthaza ulwimi lwesiXhosa.

Sithanda ukukhuthaza nokumema abafundi ukuba babe yinxalenye yethu kolu hambo, ngokuthi bazi bandakanye ngokuhlomhla nokuthabatha inxaxheba kuyo yonke into yethu epapashwe kwi City Vision.

Ungakwenza oko ngokuthi uthumele umyalezo wakho kwezinkcukacha zilandelayo: idilesi ye emeyile: News@cityvision.co.za okanye Thulani@cityvision.co.za

Ungathumela nomqhafazo ka WhatsApp ku 083 721 7648

Kanti ungasindwendwela nakumakhasi ethu onxibelelwano uFacebook: City Vision Live okanye uTwitter: @cityvisionlive kungenjalo usindwendwele kumnatha wethu ongu www.cityvision.co.za

Siyakuthi sipapashe zonke izimvo zenu kwiphephandaba le veki elandelayo.

Sibongoza ababhali ukuba basiphe igama, ifani kunye nendawo umntu ahlala kuyo xa esibhalela.

Sikunye singenza umahluko omkhulu.

Ukusukela ngoku siza kuthi sipapashe isaci kunye neqhalo, rhoqo ngeveki, sicele intsingiselo kuba fundi.

Zonke impendulo esithe sazifumana siya kuzi papasha kwiveki elandelayo rhoqo.

Saci kunye neQhalo lale veki.

Isaci: Ukuthwala indwe.

Iqhalo: Ingwe idla ngamabala.

Iqhalo: Inyathi ibuzwa kwa baphambili.

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.
NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.