Amadama Elindle

2017-08-17 06:05

UMSEBENZI wokuphucula idama lelindle iKruisfontein Waste Water Treatment Works, noxabisa iR48 million usondela ekugqityweni. Nakubeni eli iliphulo leMIG, umasipala wongeze imali ukuncedisa ukukhawuleziswa kweli phulo.

Ukuphuculwa kwedama lelindle laseHankey kugqitywe ngemali eyi-R6 million kulo nyaka uphelileyo, lo gama umsebenzi wokuqhagmshela izindlu kuthungelwano lwelindle ngamanzi ePatensie uye waxabisa i-R25 million.

Isigunyaziso soko kusingqongileyo sifunyenwe ngo-May 2017 kwabasemagunyeni ukuze kuphuculwe idama lelindle iSt Francis Bay Waste Water Treatment Works kwaye umasipala ufumene nemali yeMIG eyi-R8,2 million ukuze athabathe eli phulo njengelinye elikwinkqubo yeziseko ka-2017/2018.

NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.