Iintshinga ezintathu zeHumansdorp kwiNdebe kaSodolophu

2017-11-30 06:01

ZIYE eHumansdorp zonke iintshinga zalo nyaka ka-2017 zeNdebe kaSodolophu, ngelixa amaqela akhona ebhola ekhatywayo, eyomnyazi kwakunye nelombhoxo ephuma ezintshatsheli kwiitumente zawo.

Ewonke angama-67 amaqela aseKouga angenele iNdebe kaSodolophu yango-2017, neyeyokuqala edlalwa egameni likaSodolophu uElza van Lingen.

ICity All Stars ziintshatsheli zebhola ekhatywayo, iPoison Ivy yathabatha eyomnyazi intshinga, ngelixa yona iKruisfontein igoduke nodume kumbhoxo.

USodolophu uVan Lingen uvuyisene nabo baphumeleleyo kwaye wabulela bonke abo bathathe inxaxheba ekwenzeni ezi tumente zibe yimpumelelo.

“Kum akho bani ubethiweyo, kuba yonke imidlalo ibidlalwa ngomoya wobuhlobo. Imidlalo yiyo ephumeleleyo ekupheleni kosuku,” utshilo.

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.
NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.