Iintsuku ezili-100 eofisini

2018-10-18 06:00

USODOLOPHU uHoratio Hendricks uye waqaphela iintsuku zakhe ezili-100 zokuqala eofisini nge-29 July 2018

Ngokwesithethe, uye wenza ingxelo yeentsuku zakhe zokuqala kwiBunga laseKouga.

Ezinye azikhanyanyileyo zezi:

  • IKomiti kaSodolophu iye yacuthwa ukusuka kwisithandathu ukuya kwisihlanu ukukhulula enye yemali iye ekuhanjisweni kweenkonzo.
  • OoCeba abanini boluhlu abatsha, uRobin Jantjies noTimothy Jantjes, baye bafungiswa ukuba bangene endaweni kaSodoplophu ongasekhoyo uElza van Lingen noCeba uAtri Carstens oye wabeka phantsi ngenxa yezizathu zakhe.
  • Ingxowa-mali Yophuhliso lweWadi iye yasasazwa, kuxhamla amaqela eluntwini kwingingqi jikelele.
  • Umbane uye walayitwa eDonkerhoek kwizindlu ezili-116 nakwizindlu ezili-154 kwiphulo lezindlu ezingama-391 eKruisfontein.
  • Izibane ezikhanyisa banzi ziye zafakwa, kwabekwa nezindlu zangasese zekhemikhali eStofwolk, njengenxalenye yeenzame zokuphelisa inkqubo yamabhakethi.
  • Inkqubo eqhubayo yokuzama ukuthibaza imbalela ibandakanye ukuthenga nokufakelwa kwamatanki amanzi emvula eHankey nasePatensie.
  • Inkqubo yeziqinisekiso zobunini iye yasiwa eHumansdorp, apho kuye kwahanjiswa khona ngaphaya kwama-600 eziqinisekiso eKruisfontein ngeNelson Mandela Day.
  • IJeffreys Bay iye yathweswa ngokuba yiDolophu Yonyaka yeKwêla. Amabhaso abandakanya intengiso yasimahla exabisa i-R1 million, kwakunye nenkxaso yakwaKIA, nayo exabisa i-R1 million, ukuze kuhlinzekwe umnyhadala ngoSeptember.
  • IJeffyreys Bay Winterfest ibiyenye yezona zakhe zayimpumelelo ukuza kuthi ga ngoku, apho kuye kwadalwa ngaphaya kwama-290 emisebenzi. Ikwabone nokubuya kokhuphiswano lwamanina iWorld Championship Tour okokuqala ukususela ngo-2000.
  • Izithuba ezibalulekileyo ziye zavalwa, ngaxeshanye kujongwe nenkcitho edibene nabasebenzi. Inkcitho yokwamkelisa abasebenzi kwiinyanga ezintathu zokugqibela zika-2017/2018 ibingaphantsi kakhulu kunakwiinyanga zokuqala zonyaka-mali, nakubeni inani labasebenzi liye lanyuka ukusuka ku-811 ukuya ku-873.
  • IBhodi Yoluleko Yezenzo Ezigwenxa Zemali yokuqala kamasipala iye yasekwa ukuncedisa ukulwa norhwaphilizo nobuqhophololo
  • Inkcitho engatshongo khona eyi-R2,5 yezigidi, esusela ngo-2013/2014, iye yaphandwa yiKomiti Yeemali Zoluntu kaMasipala (MPAC) yaze yacinywa ngokwemigqaliselo yomthetho.
  • Ukuncedisa ukulwa nolwaphulo-mthetho umasipala uye wangena kwisivumelwano nenkampani yoonogada ukuze kufakelwe iikhamera zeCCTV.

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.
NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
Traffic

Jobs in Cape Town [change area]

Jobs in Western Cape region

SQL Reporter

Cape Town
Communicate Cape Town IT
R10 000.00 - R12 000.00 Per Month

HSE Manager

Cape Town
Tumaini Consulting
R550 000.00 - R650 000.00 Per Year

Reporting Accountant

Cape Town
Network Finance Professional / Prudential
R310 000.00 - R360 000.00 Per Year

Property [change area]

There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.