Imbali kuhlahlo-lwabiwo-mali

2017-08-17 06:06

UHLAHLO-lwabiwo-mali lokuqala lweBhunga laseKouga, njengoko linyuliwe ngo-August 2016, luye lenza imbali nanjengoko luye laphunyezwa ngesivumelwano sabo bonke ooCeba nge-31 May 2017.

Bekukokokuqala uhlahlo-lwabiwo-mali lonyaka lukamasipala luphunyezwe ngaphandle kokuphikiswa nangaphandle kwemiqathango.

Ezinye esinokuzikhankanya kukwehla kwemali yokuqesha amaholo namabala ezemidlalo ngomnyinge oyi-20%, kwanokwehla kweendleko zamangcwaba nemicimbi yemingcwabo, nanjengoko babecelile abahlali.

Ukuze sivuselele uphuhliso kwiindawo ebezihlelekile ngaphambili, imali yokusebenzisa umhlaba nokucandwa kwawo ithotyhwe nge-20%.

NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.