Ingxelo kubahlali

2017-08-17 06:06

KUNYAKA ophelileyo, nge-19 August 2016, iBhunga elitsha laseKouga laye lafungiswa ngokusesikweni, phantsi kolawulo lweDemocratic Alliance (DA).

Esinye sezithembiso esazenzayo, kukuba siyakulawula ngendlela esulungekileyo nangokusekuhleni.

Ngokungqinelana nesosibhambathiso eli phetshana lizisa eluntwini amagqabantshintshi malunga namahla-ndenyuka esithe saqubisana nawo kulo nyaka wethu wokuqala siselulawulweni.

Nakubeni kungakhange kubelula ukulungisa oko sifikele kuko kungalunganga, ukho noko umgama omhle esele siwuhambile. Sibulela kakhulu kubahlali nakumaqela athabatha inxaxheba ngokubambisana ngezandla kwabo neli Bhunga ukungena ekhondweni.

Ingxelo Yonyaka esesikweni ka-2016/17 iyaqulunqwa sithetha nje kwaye iyakuthi ibekelwe uhlolo ngabahlali kungekudala.

NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.