Inkokheli enamava ithabatha iintambo

2018-06-28 06:02

USODOLOPHU omtsha uHoratio Hendricks ngumsebenzi kwanenkokheli yezoluntu enamava.

Usebenze njengomfundisi-ntsapho iminyaka engama-22, xesha elo athe wakhokela ngempumelelo isikolo samabanga aphantshi i-Andrieskraal, njengenqununu iminyaka eli-12.

Phambi kolonyulo lwango-2016, ubenguCeba kuMasipala weSithili iSarah Baartman, nalapho athe wanyulwa khona njengoSihlalo we-Municipal Public Accounts Committee (MPAC)

Le komiti idlala indima enkulu yokuba nguKhala, ukuqinisekisa ukuba imali kamasipala isetyenziswa ngokufanelekilyo nangokusemthethweni. Ngexesha enguSihlalo, lo masipala weisithili uye wafumana iingxelo ezingenachaphaza ezilandelelanayo kwi-Ofisi yoMphengululi-Zincwadi-Jikelele.

Phezu kwezifundo zakhe zobutitshala, uHendricks ukwafunde wagqiba iCertificates in Municipal Management and Law, iMunicipal Finance and Pratical Labour Law.

Waye wanyulwa njengoCebo kaWard 15 kunyulo loomaspala luka 2016, nathe emva koko wanyulwa njengoSomlomo weBhunga elitsha laseKouga.

UHendricks utshatile, kwaye unabantwana abathathu.

NEXT ON NEWS24X

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts

Jobs in Cape Town [change area]

Jobs in Western Cape region

HSE Manager

Cape Town
Tumaini Consulting
R550 000.00 - R650 000.00 Per Year

Reporting Accountant

Cape Town
Network Finance Professional / Prudential
R310 000.00 - R360 000.00 Per Year

IT Manager (contract)

Cape Town CBD
Communicate Cape Town IT
R330 000.00 - R458 000.00 Per Year

Property [change area]

There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.