Isiphakamiso sophuhliso lwe-nuclear eThyspunt

2017-08-17 06:00

IKOUGA likhaya kwiThyspunt, nesisiza esinkqenkqeza phambili kwezo zijongelwe inkqubo ye-nuclear nguEskom.

Kwa phambi kokuba singene elulawulweni, bekucaca mhlophe ukuba umasipala ebengakulungelanga konke konke ukumelana nokungeza noluphuhliso lwe-nuclear ukuba lungavunywa.

Ezi nkokheli zintsha ziye zadibana no-Eskom, kwavunyelwana ukuba kubekho ukwabelana ngolwazi rhoqo kwaye neentlanganiso zamalungiselelo zibanjwe.

Ikomiti yamalungiselelo, ebizwa ngokuba yiThyspunt Joint Project Steering Committee, iye yamiselwa nge-9 December 2016. Kuye kwamiselwa nezintlu zokusebenza ezisixhenxe nge-7April 2017 ukuba zijongane nemithwalo engeza noluphuhliso.

NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.