Iziko lokuhlolwa kweenqwelo-mafutha eHumansdorp

2017-08-17 06:06

ELINYE lawona mabali ethu amahle malunga neenkonzo kulo nyaka uphelileyo ibukukuvulwa kwakho kweziko lokuhlola iinqwelo-mafutha eHumansdorp ngo-2017. Eli ziko lavalwa ngaphezu kweminyaka emibini edluleyo ngenxa yeempuphuma ezize nemvula. Loo nto yathetha ukuba abantu bebengasakwazi ukusa iinqwelo zabo ukuba ziye kuhlolwa kwamasipala, basebenzise amaziko abucala.

Umasipala wahlawulwa yinkampani ye-insurance kodwa esokola ukugqibezela inkqubo yeenkcukacha zeempepha.

Siye saqinisekisa ukuba yonke imiqobo iyasuswa ngokukhawuleza, kwaye iziko liyavulwa kwakho.

NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.