Iziseko zokuqala zeRDP eminyakeni eli-11

2017-08-17 06:01

AKUKHANGE kubekho zindlu zakhiwayo eKouga kule minyaka eli-11 edluleyo.

Le meko ilusizi iye yanqanyulwa eKruisfontein apho imvume yohlolo loko kusingqongileyo iye yanikezelwa ukuze kwakhiwe izindlu ezingama-391. Iinkonzo ezisisiseko zifakelwe, iziseko sele zigqityiwe kwaye neendonga zelezisima.

IBhunga liye lakhawulezisa nomsebenzi wokuphucula idama lelindle iKruisfontein Waste Water Treatment Works ukuze kulunge umthamo ofunekayo ukuze kwakhiwe izindlu ezingama-2000 ezongezelekileyo.

Impumelelo efana nale ikho nasePellsrus, eJeffreys Bay, apho izindlu ezingama-220 zeRDP zizakwakhiwa khona. Iinkonzo ezingundoqo sele zifakelwe kwaye nokubekwa kweziseko sele kuqalile.

NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.