Sebenzisa amanzi ngobuchule kweli hlobo

2017-11-30 06:01

NJENGOKO unyaka ka-2017 ufikelela esiphelweni, kundinika uchulumanco ukubanqwenelela iholide esikelelekileyo abahlali kwakunye neendwendwe zethu

IKouga yindawo ekhethekiley yokuchitha iholide yehlobo, kwaye neqela lethu lakwamasipala lizakuhlala livundlile ukuze likwazi ukukhawulelana nemiceli-mngeni yokuhanjiswa kweenkonzo. Sithanda ukukhuthaza abahlali ukuba bazifumanele i-app yakwaLink, ukuze bakwazi ukuchaza kwanokulandelela iingxaki zokuhanjiswa kweenkonzo kwiiwadi zabo.

Injongo yeli phetshana kukwazisa abhahlali ngokuthe kwenzeka kwamasipala ukususela ngoAugust.

Nakubeni sibenenkqubela entle, okusasihluphayo yimbalela egqubayo. Nakubeni kukhe kwana kutshanje, umthamo wamanzi kumadama usesezantsi kakhulu kwaye nemiqathango yokongiwa kwamanzi imiselwe. Sicela ngokuzithoba kumntu wonke ukuba sisebenzise amanzi ngenkathalo naxa kunyanzelekile kuphela.

Siyanibongoza ukuba lo myalezo siwudlulise nakwiindwendwe zethu ukuze, kunye sisonke, siqinisekise ukuba iimpompo zethu zihlala zinawo amanzi kweli hlobo.

Ndininqwenelela iKrismesi emyoli nonyaka omtsha ozele ngamathamsanqa.

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.
NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.