Senza kubelula ukuba abahlali bachaze iingxaki

2017-11-30 06:01

UMASIPALA waseKouga wenza kube lula ukuba abahlali bachaze kwaye babenako ukulandelela iingxaki malunga nokuhanjiswa kweenkonzo kwii wadi zabo.

USodolophu uElza van Lingen uthe umasipala uye waseka iziko leemfono-mfono elitsha waza wanxulumanisa iinkqubo zakhe ne-app ekuthwa yiLink ukudala unxibelelwano lobuchwephesha bale mihla kuzo zoli-15 iiwadi, kwaye kuphuchulwe ukuhanjiswa kweenkonzo.

Le app yakwaLink neli ziko leemfono-mfono zinika abahlali indlela eya nqo kumasipala ukuze bachaze iingxaki kwaye babone nokuba ikho na inkqubela eyenziweyo ekusombululeni izikhalazo,” utshilo.

U KUZIFUNXELA LE APP YAKWA-LINK

Le app isimahla yakwaLink iyafumaneka ngokundwendwela u https://download.linkapp.co.za/#dl , kuGoogle Play nakwiApp Store.

Ukuze ungene ngoLink kwiwadi yakho cofa“+ “ no “Add Channels”; Cofa u “Municipal Wards” ulandele inkqubo.

Ungalandela de zibe ntathu iiwadi kodwa ungakwazi ukufaka ingxelo ngokuhanjiswa kweenkonzo nokuba usendleleni okanye ukude nekhaya - uLink uyakuyifaka ingcombolo leyo kwiwadi eyiyo ngokwakhe.

Ngolwazi oluthe vetshe ngoLink ndwendwela www.linkapp.co.za.

Iziko leemfono-mfono elitsha laseKouga kungaqhaganyishelwa nalo ku 042 200 2200 (ngamaxesha omsebenzi) okanye 042 291 0250 no 042 200 8330 (emva kweeyure zomsebenzi).

NEXT ON NEWS24X

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
Traffic

Jobs in Cape Town [change area]

Jobs in Western Cape region

IT Manager (contract)

Cape Town CBD
Communicate Cape Town IT
R330 000.00 - R458 000.00 Per Year

Reporting Accountant

Cape Town
Network Finance Professional / Prudential
R310 000.00 - R360 000.00 Per Year

HSE Manager

Cape Town
Tumaini Consulting
R550 000.00 - R650 000.00 Per Year

Property [change area]

There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.