Ulwa nokudyakaza unopopi omtsha

2018-10-18 06:00

UNOPOPI omtsha oluphawu lwamanzi waseKouga uye wathiywa ngokusesikweni kumnyhadala iKIA Makietie eJeffreys Bay ngoSeptember.

Eli thontsi lithandekayo lizakubabubuso beenzame zeKouga zokulwa nokumoshwa kwamanzi

USplash uye wabonakala okokuqala eluntwini eStofwolk ngelixa umbutho wesisa waseRhawutini i-Ashraful Uloom, isiya kothula ama-25 000 eelitha zamanzi asezibhotileni kubahlali.

Esi, ibisisipho sesithatu esikhulu ebesiyokothulwa eHankey nasePatensie, iWater Warriors noDischem waseKapa nabo besikelela ezidolophu ngamanzi asezibhotileni.

USodolophu uHoratio Hendricks uthe umasipala uye wakwiphulo lasezikolweni, upapasha kwiindawo zodederhu lweevenkile, kuhanjiswa ulwazi ngeendlela umntu wonke angancedisa ngazo.

USplash uye wanxulumana neendwendwe kulomnyadala weDolophu Yonyaka iMakietie, apho umasipala athe wahlinzeka ikona yokufakela imibala yabantwana, kugxilwe ekufundiseni abo bancinane ngeendlela zokonga amanzi.

Iphulo lendlu ngendlu laye laqhutywa eHankey nasePatensie ukuqwalasela nokulungisa iindawo ezivuzayo loxa kusabelwana ngeendlela zokonga amanzi nabahlali.

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.
NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.