Umasipala uhlengahlengisa amasebe olwawulo

2018-06-28 06:02

UMASIPALA waseKouga uye wawahlengahlengisa, wakwathiya ngokutsha, amasebe olawulo ukuzama ukomeleza ukukwazi kukamasipala ukuhambisa iinkonzo.

Amasebe olawulo amatsha ngala: Iinkonzo Zoluntu, Iziseko Nezobunjineli, Ucwangciso, Uphuhliso Nezokhenketho, Ulawulo Lwangaphakathi Nelezemali.

Isebe Lenkonzo Zoluntu lisebenza ngokulawulwa kwenkunkuma, izinto ezisetyenziswa luluntu njengamaholo, amangcwaba kwakunye namabala, iinkonzo zomlilo kwakunye nezokhuselo, ezomthetho wendlela, impilo yokusingqongileyo nokulawulwa kwezokusingqongileyo.

Isebe leZiseko Nezobunjineli lisebenza ngamanzi, umbane, ugutyulo lwelindle, iindlela kwakunye nemijelo yamanzi emvula.

Amasetyana Okucandwa Kwedolophu neLokuzinziswa Kwabantu angena phantsi kwesebe elitsha Ucwangciso, Uphuhliso Nezokhenketho. Eli sebe likwasebenza ngophuhliso loqoqosho lwasekhay nezokhenketho.

Amasebe olawulo axhasayo leloLawulo Lwangaphakathi Nelezemali.

NEXT ON NEWS24X

Join the conversation!

24.com encourages commentary submitted via MyNews24. Contributions of 200 words or more will be considered for publication.

We reserve editorial discretion to decide what will be published.
Read our comments policy for guidelines on contributions.

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
Traffic

Jobs in Cape Town [change area]

Jobs in Western Cape region

HSE Manager

Cape Town
Tumaini Consulting
R550 000.00 - R650 000.00 Per Year

Cluster Financial Manager

Cape Town
Network Finance
R950 000.00 - R1 000 000.00 Per Year

SQL Reporter

Cape Town
Communicate Cape Town IT
R10 000.00 - R12 000.00 Per Month

Property [change area]

There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.

Settings

Location Settings

News24 allows you to edit the display of certain components based on a location. If you wish to personalise the page based on your preferences, please select a location for each component and click "Submit" in order for the changes to take affect.




Facebook Sign-In

Hi News addict,

Join the News24 Community to be involved in breaking the news.

Log in with Facebook to comment and personalise news, weather and listings.