Wind farms Windplase

2017-08-17 06:06

KOUGA is perfect for wind-energy developments. Six wind farms are in operation or being developed in the area and surrounds.

Wind farms are expected to support local communities through social responsibility programmes. The new Council discovered, however, that there was little to no coordination of these programmes or alignment to Kouga’s IDP.

A platform was established for the wind farms to have regular interaction with Council, so as to ensure that their social responsibility programmes speak to the area’s main needs. Areas of cooperation will include support to emerging farmers and upgrading several Early Childhood Development Centres situated on municipal land.

  • SES windplase is reeds in werking of word tans gebou in en om Kouga.

Daar word van windplase verwag om maat-skaplike verantwoordelikheidsprojekte in plaaslike gemeenskappe aan te pak. Ons het egter gou ontdek dat daar min koördinering was van die verskillende windplase se projekte en dat die projekte nie altyd in lyn was met Kouga se goedgekeurde Geïntegreerde Ont--wikkelingsplan nie.

Die windplase en munisipaliteit ontmoet sedertdien gereeld ten einde te verseker dat hul gemeeskapsprojekte die behoeftes van die area doeltreffend kan aanspreek.

  • IKOUGA ikulungele kakhulu ukuba nophuhliso lombane womoya. Iifama zomoya ezintandathu sele zisebenza okanye ziyaphuhliswa kule ngingqi neziphaluka.

Iifama zomoya kulindeleke ukuba zixhase uluntu ngeenkqubo zenkxaso zoluntu. Eli Bhunga litsha lifumanise ukuba, naxa kunjalo, luncinane kakhulu okanye alukho Ungqamelwano lwezi nkqubo ne-IDP yaseKouga.

Iqonga liye lenziwa ukuze ezi fama zomoya zibenako ukuhlala zinxulumana neBhunga, ukuqinisekisa ukuba ezi nkqubo zazo zenkxaso yoluntu zingqamene neemfuno eziphambili zale ngingqi. Ezinye izinto zentsebenziswano zibandakanya ukunceda amafama asakhasayo nokuphucula Amaziko Emfundo Abantwana Abancinane azinze kwimihlaba kamasipala.

NEXT ON NEWS24X

Inside News24

 
/News
Traffic Alerts
Traffic
There are new stories on the homepage. Click here to see them.
 
English
Afrikaans
isiZulu

Hello 

Create Profile

Creating your profile will enable you to submit photos and stories to get published on News24.


Please provide a username for your profile page:

This username must be unique, cannot be edited and will be used in the URL to your profile page across the entire 24.com network.