Azenzele udumo amantombi

Iqela lebhola yomnyazi labadlali abangaphantsi kwe 12 ubudula lesikolo iNomsa Maphongwana baphumelele indebe yegolide
Iqela lebhola yomnyazi labadlali abangaphantsi kwe 12 ubudula lesikolo iNomsa Maphongwana baphumelele indebe yegolide

Azenzele igama amaqela amabini ebhola yomnyazi esikolo samabanga aphantsi iNomsa Maphongwana, eMahaya, ngethuba edlala kwitumente ebibanjelwe eRhawutini kwiveki edlulileyo.

Le tumente ithe yathelekisa amaqela agqwesileyo kulo mdlalo kwizikolo ezahlukeneyo kweli loMzantsi Afrika jikelele.

Umqeqeshi wala mantombazana uSinazo Yantolo uthe uyazingca ngabadlali bakhe. Uthe iqela labangaphantsi kweminyaka eli 12 baye baphumelela nalapho baye bafumana imbasa zegolide ze abo badla ngaphantsi kwe 13 bufumana imasa zesilivere.

“Sisebenze nzima silungiselela letumente kuba thina besingena holide nampela veki besisoloko sizilolonga,” utshilo uYantolo.

Uthe la mantombazana nawo aye abonakalisa ukuzimisela kuba ebengaliphosi ixesha lokuzilolonga.

Uthe ukuzimisela nokuncama iholide zabo kubonakele ebaleni kuba baye bavuzwa ngoku phumelela itumente.

Uthe iqela laba elingaphantsi kwe 12 leminyaka lathi layiphumelela le ndebe ngomnyaka ka2017

U – Yantolo uthe ubulela ezintwazana abazali bazo kwakunye notishala ngenkxaso abathe baba nika yona.

We live in a world where facts and fiction get blurred
In times of uncertainty you need journalism you can trust. For only R75 per month, you have access to a world of in-depth analyses, investigative journalism, top opinions and a range of features. Journalism strengthens democracy. Invest in the future today.
Subscribe to News24
Lockdown For
DAYS
HRS
MINS
Voting Booth
Who do you think is going to win the 2020 US election?
Please select an option Oops! Something went wrong, please try again later.
Results
Biden is going to take it
46% - 5999 votes
It's four more years for Trump
54% - 7082 votes
Vote
ZAR/USD
16.34
(+0.63)
ZAR/GBP
21.37
(-0.28)
ZAR/EUR
19.36
(+0.54)
ZAR/AUD
11.59
(+0.07)
ZAR/JPY
0.16
(-0.06)
Gold
1921.90
(+0.62)
Silver
25.04
(+1.24)
Platinum
890.00
(+2.18)
Brent Crude
43.05
(+1.28)
Palladium
2403.50
(+0.59)
All Share
55268.46
(-0.01)
Top 40
50826.07
(-0.05)
Financial 15
10057.51
(+1.02)
Industrial 25
74841.11
(-0.96)
Resource 10
54184.82
(+0.74)
All JSE data delayed by at least 15 minutes morningstar logo