Isicwangciso esitsha sophuhliso siyapasiswa

IBHUNGA laseKouga libambe imijikelo emibini ebiyimpumelelo yeentlanganiso zeIDP nohlahlo-lwabiwo-mali kunyaka walo wokuqala liseofisini, nalapho bethathe inxaxheba kakuhle abahlali kuzo zonke iiwadi.

Isicwangciso Sophuhliso Olununxulumanisiweyo sisigcwangciso seminyaka emihlanu nesiqulathe iimfuno zazo zoli-15 iiwadi zikamasipala. Siqulunqwa emva kwenkqubo yezimvo zabahlali, kwaye siyahlolwa minyaka-le

USodolophu uElza van Lingen uthe iBhunga lichulumancile ngendlela abahlali abathe babonakalisa umdla ngayo ekuqulunqeni le IDP intsha yexesha ukusuka ngo-2017 ukuya ku-2022.

“Eli galelo lisincedile ekubeni sigqibe ukuba silahlula njani na uhlahlo-lwabiwo-mali luka-2017/18, nokuba ngawaphi amaphulo ekufuneka egqalwe kuqala.

“Siyathemba ukuba sizakubona inani elikhulu ngakumbi kwiintlanganiso zoluntu xa siqala ukucebela lo nyaka uzayo,” uye watsho.

I-IDP yaseKouga 2017/2022 yaphunyezwa ngesivumelwano lilo lonke iBhunga nge-31 May 2017.

Iintlanganiso zezimvo zoluntu ukuhlola lo mqulu ukulungiselela u-2018/19 zimiselwe uOctober kulo nyaka. Thanda (like) ikhasi lethu likaFacebook ku www.facebook.com/kouganews okanye ujonge amaphepha-ndaba ngeengcombolo.

We live in a world where facts and fiction get blurred
In times of uncertainty you need journalism you can trust. For only R75 per month, you have access to a world of in-depth analyses, investigative journalism, top opinions and a range of features. Journalism strengthens democracy. Invest in the future today.
Subscribe to News24
Lockdown For
DAYS
HRS
MINS
Voting Booth
When assisting your child with remote learning this year, did you:
Please select an option Oops! Something went wrong, please try again later.
Results
Follow the school's comprehensive sexuality education (CSE) curriculum?
13% - 116 votes
Adjust the CSE curriculum to suit the family's morals?
24% - 208 votes
Ignore the schools CSE programme and do your own teaching?
63% - 547 votes
Vote
ZAR/USD
15.25
(-0.09)
ZAR/GBP
20.29
(-0.13)
ZAR/EUR
18.23
(-0.16)
ZAR/AUD
11.25
(-0.20)
ZAR/JPY
0.15
(-0.04)
Gold
1787.51
(+0.09)
Silver
22.67
(+0.11)
Platinum
965.22
(+0.30)
Brent Crude
48.27
(+0.96)
Palladium
2413.01
(+0.60)
All Share
57822.50
(-0.17)
Top 40
53021.58
(-0.12)
Financial 15
11577.71
(-0.58)
Industrial 25
79894.95
(-0.12)
Resource 10
52804.55
(+0.03)
All JSE data delayed by at least 15 minutes morningstar logo